Imbongi yamaMpondo ~ Umnombo wama Mpondo

  Рет қаралды 32,727

Avuyile Soqashe

Avuyile Soqashe

5 жыл бұрын

Umnombo wama Mpondo by Avuyile

Пікірлер: 22
@ntombimsissyt9110
@ntombimsissyt9110 9 ай бұрын
Syabulela ukuva ukuthi abakwa Gagatha basohlwini lama Mpondo
@gags-villsounds5351
@gags-villsounds5351 3 жыл бұрын
USibiside yinkosana yaBambo nto yakuthi uyaphazama... amabomvana azwalwa ngusibiside kuNomafu oziwa nguNjanya walamawele amfusi inguXesibe
@lulamilehoshe2729
@lulamilehoshe2729 2 жыл бұрын
Yes yiNkosana yaBambo. Uyaphazama
@WandisileMqikela
@WandisileMqikela 4 күн бұрын
Oh AmaMpondo
@MrGimbas
@MrGimbas 4 жыл бұрын
Ooooh... into ezno Faku ngaphakathi madoda. iiNkosi
@esethuthungilizwe4606
@esethuthungilizwe4606 3 жыл бұрын
Satsabe kaMthwa kaSihula, ooNgcalutshe ooNomakhwelo kaNdaba owanyathel'intsundwane yakhal'yathi tswiiiiiii!!@@
@athinilimaphi9078
@athinilimaphi9078 4 жыл бұрын
Kanti baphi ooXhanga AsingoMampondo na thina😥
@avuyilesoqashe627
@avuyilesoqashe627 4 жыл бұрын
kaloku asilulo uluhlu lwezibongo zamaMpondo ezi sihlobo sam, koko ngumnombo wozindlu zobukhosi zamaMpondo, kodwa ukuba kukho apho ndisalela khona nam ndisafunda, ndingayolula indlebe utyebise 😊😊
@monwabisingongoma4901
@monwabisingongoma4901 2 жыл бұрын
Mthwaa umthi ka sihula..
@nelisaviwembombo9427
@nelisaviwembombo9427 5 жыл бұрын
Ooh, ezakuthi madoda
@avuyilesoqashe627
@avuyilesoqashe627 4 жыл бұрын
injalo bhuti... singamaMpondo ephelele thina...
@cbucicocimama9517
@cbucicocimama9517 5 жыл бұрын
UNjanya uZalu Mpondo, uMpondomise Noxesibe lol
@avuyilesoqashe627
@avuyilesoqashe627 4 жыл бұрын
😂😂🤣
@andilecwejile9171
@andilecwejile9171 Жыл бұрын
Kutheni engeko uSukude apha kuba uziqelwkazi nohlamba ngobubende ba zelwe mva kuno Sukude ?
@athinilimaphi9078
@athinilimaphi9078 4 жыл бұрын
"Umnobo wamaMpondo" I laughed 🤣🤣
@avuyilesoqashe627
@avuyilesoqashe627 4 жыл бұрын
ukuba kazi undihlekani? 😂🤣🤣
@lazomadulini274
@lazomadulini274 4 жыл бұрын
@@avuyilesoqashe627 ndiyawudinga lo mnombo mkhuluwa sivela ngathi sisizwe esingena mnombo ufumaneka phi apho ubhalwe watywinwa khona khonukuze kufundiswe intsha yamaMpondo yhini nzala ka Sibiside
@avuyilesoqashe627
@avuyilesoqashe627 4 жыл бұрын
@@lazomadulini274 xolo bhuti ngokuvela kade, ndingakunika document yawo via e-mail... if ungandinika e-mail yakho.
@mfezekomfex6026
@mfezekomfex6026 4 жыл бұрын
@@avuyilesoqashe627 Kha undinike bafo mampesha.m@gmail.com
@nomanoma2325
@nomanoma2325 5 жыл бұрын
abofaku
@noxolo15simelane97
@noxolo15simelane97 Жыл бұрын
Mna ndifunu kwazi izithazelo onyawuza ziphephe
@sajinisigotyana5999
@sajinisigotyana5999 4 жыл бұрын
Ndiyawucela lomnombo wamampondo uphelele my email is sajinisigotyan@gmail.com
Imbongi yamaMpondo ~Umnombo wamaMpondo (indima yesibini)
3:51
Avuyile Soqashe
Рет қаралды 20 М.
Zwelonke
5:03
Zolani Mkiva (Imbongi Yesizwe) - Topic
Рет қаралды 86 М.
Дарю Самокат Скейтеру !
00:42
Vlad Samokatchik
Рет қаралды 9 МЛН
Amazing weight loss transformation !! 😱😱
00:24
Tibo InShape
Рет қаралды 60 МЛН
A teacher captured the cutest moment at the nursery #shorts
00:33
Fabiosa Stories
Рет қаралды 45 МЛН
EVOLUTION OF ICE CREAM 😱 #shorts
00:11
Savage Vlogs
Рет қаралды 7 МЛН
Amamenemene ayaphi???
3:38
Kleva Nkeva
Рет қаралды 80 М.
Ishoba Lenkom' Emnyama
3:46
Shushubaby - Topic
Рет қаралды 671 М.
Sasitshilo
7:36
Zolani Mkiva (Imbongi Yesizwe) - Topic
Рет қаралды 14 М.
UMNOMBO WESIZWE SABATHEMBU PART1
15:16
SA Media TV
Рет қаралды 14 М.
imbongi yo thukela
2:05
Imbong yo thukela
Рет қаралды 87 М.
The Kings Speech. Ubukhozi Bamampondo Lukhuselo
25:51
John G I Clarke
Рет қаралды 26 М.
Rev Nontwana - Ndiyahamba ndiyonilungiselela indawo
18:31
Avuyile Soqashe
Рет қаралды 2 М.
AMAWELE OOFAKU - ULUGXA LUKA MATHAMBO
5:25
Iinkonjane zooFaku
Рет қаралды 230 М.
Дарю Самокат Скейтеру !
00:42
Vlad Samokatchik
Рет қаралды 9 МЛН