Thembu/Xhosa from Matatiele

  Рет қаралды 209,234

luvo ntsimbi

luvo ntsimbi

Күн бұрын

Ezi video ezinye zazo ayizizo ezam ndiyaziphiwa ngabantu Kuba befuna ndibagcinele kwelikhasi le youtube

Пікірлер: 121
@mpho_moses
@mpho_moses 3 жыл бұрын
The guy who led the song did a lot of justice to it. His voice is perfect!
@luvontsimbi
@luvontsimbi 3 жыл бұрын
Tell me about ntoyakuthi, Lendoda iyibize kamnandi kakhulu Hai ivuma kamnandi lendoda
@luthojijana7873
@luthojijana7873 11 ай бұрын
​@@luvontsimbi😅
@jeromelubabalojacobs8872
@jeromelubabalojacobs8872 10 ай бұрын
Absolutely. The guy in a green overall and the one with a blanket next to him were in the moment. This song is my morning song now.
@SiyabulelaBizzahNyamakazi
@SiyabulelaBizzahNyamakazi 22 күн бұрын
Yitsho uphinda mntakwethu
@ahviwe
@ahviwe 2 ай бұрын
Mthatha 2024📍
@jeromelubabalojacobs8872
@jeromelubabalojacobs8872 11 ай бұрын
Camera person brought the pots on this one. Woke up wanting this sound and this did justice. Thank you.
@sakhiwomcetywa3198
@sakhiwomcetywa3198 2 ай бұрын
Kumnandi kodwa ubangu mxhosa 😊😊😊😊
@nkosi-indiphilemaduna3779
@nkosi-indiphilemaduna3779 3 жыл бұрын
Shosho ube ngumxhosa♥️♥️ Intombi enamahips antofo×2
@kquemob3573
@kquemob3573 2 жыл бұрын
Yeses I've looking all over for the full version of this song... Now that I've finally, Enkosi Ntoyakuthi kakhulu ndiyabulela👊👊👊
@Samkelo-sw4zx
@Samkelo-sw4zx 6 ай бұрын
Itakelwa ka khulu ingoma lapha❤❤❤❤
@NdiliswaHesman
@NdiliswaHesman 3 ай бұрын
Dankie mzolisto my brother ❤
@zubenathisobhuza
@zubenathisobhuza 3 жыл бұрын
Ndibon'ingathi bothukile😭🔥 yhini ses'godukaaaaa!
@asandadikelatwala4554
@asandadikelatwala4554 3 жыл бұрын
😃😃 LOL masibavele nge zantsi bangasiboni 🤣 yeeeeeey ndingowakho Dali
@aphiwemhlauli1745
@aphiwemhlauli1745 Жыл бұрын
Amahlubi...amangelengele...amazawa....I'm proude
@dynahbuli2120
@dynahbuli2120 2 жыл бұрын
Ulale ngoxolo mntaseh😭😭😭soze niyive levoice again
@luvomagqabi1940
@luvomagqabi1940 2 жыл бұрын
Ebetheni? 😭😭
@mkdempisi
@mkdempisi 2 жыл бұрын
😥
@tulitilies
@tulitilies 2 жыл бұрын
😥 alale ngoxolo
@aphiwemhlauli1745
@aphiwemhlauli1745 Жыл бұрын
Ohh yhini na madoda
@acceptinglife6491
@acceptinglife6491 Жыл бұрын
Haike 😳omphi na sthandwa?
@dineomdunyelwa629
@dineomdunyelwa629 3 жыл бұрын
Esi sesona zi zathu sokuba ndingafuni ukuhamba ndiyo funda kude he lali zam 👅👏👏👏👏👏👏👏👏✊
@siyabulelajikumlambo8250
@siyabulelajikumlambo8250 2 жыл бұрын
Iyabiza lendoda iqala lengoma, iyabizwa madoda, nandigodusa kengoku ntozakuthi
@kennym9597
@kennym9597 3 жыл бұрын
Dude in overalls giving me Sotho vibes🤣❤
@hoodrobin1596
@hoodrobin1596 Жыл бұрын
They live close to the Sotho border that's why...
@mvuleninofemele5699
@mvuleninofemele5699 Жыл бұрын
They live in Free State Matatiele, nagamahlubi, you get them speak both Sotho and Xhosa fluently
@siyabonga4730
@siyabonga4730 Жыл бұрын
They Live In Eastern Cape Matatiele In a Village Called kwaMqobi They are Xhosa not hlubi
@tiisetsolesapo6373
@tiisetsolesapo6373 Жыл бұрын
Lol yeeeh Matatiele is confusing you all neh. We have got all tribes in that town, different peeps. We Sothos, Xhosas, Amahlubi and you even get Zulus. NgamaXhosa aba bantu.🙌🔥
@felipemadyosi6342
@felipemadyosi6342 3 жыл бұрын
Sekukudala noko ndingasagoduki ngok.. woza december inqanqarhu iyandibiza🙌🙌
@aneitaraneishabalala6187
@aneitaraneishabalala6187 Жыл бұрын
YOYOYO Matatiele likhalami I' mc you kodwa bafethu 🙆‍♀️😭😭😭💌
@lusindisoludidi293
@lusindisoludidi293 3 жыл бұрын
Ubhuthi oxhibe PPE eblue yakwzi uyiqishela lengoma.vuma ndoda awww madoda "khulukeka ndingowakho Dali" #black child...
@GeorgeMMswela
@GeorgeMMswela 2 ай бұрын
Ndikhona Nami, ndilapha eRawutini,Springs.
@AnelePoni
@AnelePoni Жыл бұрын
Tladi queensmercy but sasi selundini lemini 2019 kwa maya ohh madoda😥😥
@siyangenafctv7907
@siyangenafctv7907 2 жыл бұрын
Ungadlali ngoGcaleka sizwe sitsundu mzi kaxhosa sizwe esihloniphayo ncubeko phambili 💗
@luvontsimbi
@luvontsimbi 2 жыл бұрын
Ngaba thembu aba ayingawo ama gcaleka ntoyakuthi
@nqabakula9262
@nqabakula9262 2 ай бұрын
Ntwenye Maan. Masikhe sihlangane nathi, ahlangana kudala wona amaZulu
@sizwenyuka4739
@sizwenyuka4739 Жыл бұрын
Hlankomo and Mdeni approves.
@ursulasteenberg8013
@ursulasteenberg8013 3 жыл бұрын
Kaba ka hopola haeso mangolong banna pholile!!!!
@aphelelenkantini386
@aphelelenkantini386 3 жыл бұрын
Atshw Amadoda!! sezifikile ezintsuku kanene makubuywe Madoda
@sonwabomvangwana1747
@sonwabomvangwana1747 3 жыл бұрын
Zatsho kabuhlungu madoda ndavakalelwa
@liziwekolele7569
@liziwekolele7569 3 жыл бұрын
Ahhhh bandicingisa ekhaya ematatiele ngoku
@xolisilemasawe7138
@xolisilemasawe7138 2 жыл бұрын
Matatiele yidolophu kwakude
@luyandangeva2330
@luyandangeva2330 Жыл бұрын
It's nice to be a proudly XHOSA nation like Sotho ones
@siphobreakfast5892
@siphobreakfast5892 Жыл бұрын
Mt Fletcher, Matatiele ngamahlubi
@luvontsimbi
@luvontsimbi Жыл бұрын
@@siphobreakfast5892 wrong mount fletcher ne matatiele ngama Hlubi, Sotho kunye namaXhosa
@SIPHOSAKHENdlozana-rk9bw
@SIPHOSAKHENdlozana-rk9bw Жыл бұрын
​@@siphobreakfast5892 Ragy Ifuna ntoni emahlubini ....akhona namaxhosa phaya as uba uwabona ngawo lana
@sinethembantantiso294
@sinethembantantiso294 11 ай бұрын
​@@siphobreakfast5892NdinguMxhosa from Mount Fletcher
@odidigcaba2582
@odidigcaba2582 6 ай бұрын
​@@sinethembantantiso294 Nyan mfethu
@dlepuno
@dlepuno 3 жыл бұрын
Yiza nazo Mdlomo,zimnandi ezingoma.
@luzukombilini2922
@luzukombilini2922 3 жыл бұрын
❤️❤️Are these Xhosa or Hlubi, 🔥🔥this song
@luvontsimbi
@luvontsimbi 3 жыл бұрын
Xhosa
@luzukombilini2922
@luzukombilini2922 3 жыл бұрын
OK, love this song
@luvontsimbi
@luvontsimbi 3 жыл бұрын
@@luzukombilini2922 ngapha matatiele nase fletcher Xhosa nama hlubi we do sing the same "amaqamba"
@luzukombilini2922
@luzukombilini2922 3 жыл бұрын
Oh, that's good guys we United cz there is no enemy to jeopardize our culture.
@mncediblayi6159
@mncediblayi6159 3 жыл бұрын
Buya sigoduke ndiyanifuna emthatha sibavela ngezantsi
@anelithagqwakaza4511
@anelithagqwakaza4511 11 ай бұрын
Batsho kamandi Mani🎶🎵🎼🇿🇦
@patiencemathibeli7819
@patiencemathibeli7819 Жыл бұрын
Monate omokalo matatiele my tounship
@siyangenafctv7907
@siyangenafctv7907 3 жыл бұрын
Kumkani nazi ntozakho ngaba kiti betha mthembu kamvelase kagazi sgoduke
@SinethembaDeToit-yz3fb
@SinethembaDeToit-yz3fb 7 күн бұрын
ngicela ama lyrics😭🙏
@fezekilereginaldtempi5869
@fezekilereginaldtempi5869 3 жыл бұрын
Ziyatshisa❤️🎤🎼🎶
@acembewu4215
@acembewu4215 3 жыл бұрын
Kubo kubo kubo hekeeeeee
@asandadikelatwala4554
@asandadikelatwala4554 3 жыл бұрын
Mountfleture Ketekete Amampondomise Approves 😃
@thulisazinto218
@thulisazinto218 3 жыл бұрын
Ndim ke uMpondomise❤️Yhuuu 💕
@bonganiemmanuel1406
@bonganiemmanuel1406 3 жыл бұрын
Luvo usenzani ndoda gakhubule khaya
@zukisanikhobo9616
@zukisanikhobo9616 3 жыл бұрын
Khawuthi nkunzana ka Guntu🙌
@viwekenneth6028
@viwekenneth6028 3 жыл бұрын
Gundu!!!!
@mawandemgojo6141
@mawandemgojo6141 3 жыл бұрын
Khawuthi hlungu liyatshaaaaa
@zukisanikhobo9616
@zukisanikhobo9616 3 жыл бұрын
@@mawandemgojo6141 Liyatsha!
@sonwabomvangwana1747
@sonwabomvangwana1747 3 жыл бұрын
Khawuthi sawube sikho!!!
@zukisanikhobo9616
@zukisanikhobo9616 3 жыл бұрын
@@sonwabomvangwana1747 Sikho ngoku!
@macindymolefe8568
@macindymolefe8568 3 жыл бұрын
Haeso mabenyeng soka Mar jerrrr
@xolanidladla7453
@xolanidladla7453 3 ай бұрын
Kuyatsha emakuleni!!!
@liyemasibizo3529
@liyemasibizo3529 2 жыл бұрын
Liyatsho eliqambo
@nkolisogolelankolisogolela9731
@nkolisogolelankolisogolela9731 2 жыл бұрын
Uyasho lomfo madoda
@luyolombangi3784
@luyolombangi3784 3 ай бұрын
Yerr
@aphelelegqwede6285
@aphelelegqwede6285 Жыл бұрын
🔥🔥🔥🔥🔥❤ohhhhhhh
@luyandadlobela8428
@luyandadlobela8428 2 жыл бұрын
What ndikhona apha nomphato bam who took this video
@luntukhili8379
@luntukhili8379 2 жыл бұрын
Mabatshe💖
@xolanijuliusmemani9434
@xolanijuliusmemani9434 2 жыл бұрын
Ntozakuthi yeyiphi lendoda ihlaba ifolo kulengoma? Dammit esisitshotho siyayibiza ingoma
@taagermpondomsi8113
@taagermpondomsi8113 3 жыл бұрын
Halala madoda!!!!!!
@NosisaNyembe
@NosisaNyembe 3 ай бұрын
@lusandabekwa129
@lusandabekwa129 3 жыл бұрын
yiyokele
@silindokuhlengqokoma649
@silindokuhlengqokoma649 2 жыл бұрын
all of the lyrics plzzzzz!!????anyone
@user-kz6dl4un8p
@user-kz6dl4un8p 9 ай бұрын
Masibavele. Gezantsi bangasiboni HeeMolo zithelekis'iiNtsizwa z'tshise ngoMlilo Heemolo ndifin'iNtombi ngoku HeMama ndifin'iNtombi enamaHips antofo-ntofo
@musamatyobeni655
@musamatyobeni655 Жыл бұрын
Awu ilali yam
@acembewu4215
@acembewu4215 3 жыл бұрын
Ekeeeeeeeeeeee
@user-he6hk9vi7c
@user-he6hk9vi7c Жыл бұрын
Songs
@NkcubekoDopeboy-ym3ly
@NkcubekoDopeboy-ym3ly Жыл бұрын
How can I get this video Ta. Is it possible to save it?
@luvontsimbi
@luvontsimbi Жыл бұрын
Ewe u can google KZfaq video download, copy the link paste it kulo site and download the video
@darlingtonmachilar6745
@darlingtonmachilar6745 2 жыл бұрын
Akho bathembu Matatiele
@luvontsimbi
@luvontsimbi 2 жыл бұрын
imatatiele le uyazi yonke? , banintsi kakubi abathembu ematatiele ukuza nge Mt fletcher ndingowa pha mna, abesotho namahlubi bafike sukudala ke ama mpondomise afika pha ikomkhulu lama mpondomise Before Qumbu no Tsolo lalise matatiele emvenyane, funde history ntoyakuthi kuqala okanye uze siku fundise thina bantu bapha kulamhlaba
@khayaindigenous8497
@khayaindigenous8497 2 жыл бұрын
@@luvontsimbi uthetha inyani qha wonke umntu ucingba i matatiele yeya basotho and Hlubi which is a lie.kudala amampindomise abakhona ematatiele akafikanga izolo.i history ka Jan van Riebeeck yantshontsha umhlaba wamampondomise watsho wabhala ngaba PHUTI bexoka phofu we know the history of Matatiele, MT Fletcher.Camagu Mpondomise
@hoodrobin1596
@hoodrobin1596 Жыл бұрын
Mandela's tribe
@zainnabi786
@zainnabi786 2 жыл бұрын
London Qqerberha
@akhisizwemraji7614
@akhisizwemraji7614 3 жыл бұрын
lyrics please
@luvontsimbi
@luvontsimbi 3 жыл бұрын
"masibavele ngezantsi bangasiboni, sivele ngezantsi sibatshise ngomlilo,
@akhisizwemraji7614
@akhisizwemraji7614 3 жыл бұрын
@@luvontsimbi thank you
@MNCAMANI15
@MNCAMANI15 3 жыл бұрын
@@luvontsimbi hawuu qhubeka kaloku🔥🔥
@luvontsimbi
@luvontsimbi 3 жыл бұрын
@@MNCAMANI15 "ndingowakho darli, yeh khululeka ndingowakho darli yeeh khululeka, yeh mna ndifunintomb'ebomvu yemolo ndifuni I ntombi Ena hips antomfo"
@MNCAMANI15
@MNCAMANI15 3 жыл бұрын
@@luvontsimbi mmmmmh!!!!
@kuhlefunda4569
@kuhlefunda4569 Жыл бұрын
🫶🏽🫶🏽🫶🏽
@ashleyotto2231
@ashleyotto2231 3 жыл бұрын
Zithini i lyrics ??
@luvontsimbi
@luvontsimbi 3 жыл бұрын
Jonga pha kwi comment ka Akhisizwe mraji ezantsi ntoyakuthi ndizibhalile
@luvontsimbi
@luvontsimbi 3 жыл бұрын
Jonga pha kwi comment ka Akhisizwe mraji ezantsi ntoyakuthi ndizibhalile
@user-jm7zr8zg3i
@user-jm7zr8zg3i 7 ай бұрын
Zz why
@seanathestagmakamole3683
@seanathestagmakamole3683 Жыл бұрын
11
@seanathestagmakamole3683
@seanathestagmakamole3683 Жыл бұрын
Q
Amazawa
3:37
Kamva Kayveeh
Рет қаралды 52 М.
umgwabo
8:03
lwazi fikizolo
Рет қаралды 26 М.
Алексей Щербаков разнес ВДВшников
00:47
Lehanga 🤣 #comedy #funny
00:31
Micky Makeover
Рет қаралды 27 МЛН
Xhosa/Mpondomise/Thembu
1:28
luvo ntsimbi
Рет қаралды 3,7 М.
Gwijo squad: Covid 19 # Ingoma
2:40
Luntu Bugga love Bawuti
Рет қаралды 112 М.
2021 Makoloane amahlubi and Basotho initiation
2:30
1 NBT PRENISTORIC TV
Рет қаралды 4,7 М.
Ityala lamawele - "Phekeza"
15:36
SABC Iindaba
Рет қаралды 68 М.
24 February 2024
3:59
amakhwenkwamadala
Рет қаралды 2,6 М.
Imbali Abathembu #xhosa #easterncape #capetown
10:34
Imvaba Institute
Рет қаралды 9 М.
amaMpondomise ku Qumbu, eNgcolokini!
3:35
Ayabonga
Рет қаралды 61 М.
Uba kungaphatha uMalema eminye imizi ingavalwa
1:07
S.A. Rural Life
Рет қаралды 72 М.
South African National Anthem: Igwijo from Tsita in Tabankuku
1:40
Thembi/xhosa/mpondomise
1:11
luvo ntsimbi
Рет қаралды 4,9 М.